INGABA UYESU UBENGUMKRESTU OKANYE UBEYISULUMANE?
Xhosa — IsiXhosa
INGABA UYESU UBENGUMKRESTU OKANYE UBEYISULUMANE?
Kungenzeka okobuba uzibuze le mibuzo elandelayo:- 1) Ingaba mna ngingumlandeli kaYesu Krestu ngenyani na? 2) Ingaba ndilifuna ngenene inyaniso na, noba ndisisitha seNyaniso? 3) Ingaba uYesu ubenguMkrestu okanye ubeyiSulumane? Ndizamile ukwabelana ngomniningwane onzulu othathwe ezincwadini eziqulathe ulwazi olujulile kunye nakuma- website, ngase ngiwuhlanganisa ndawonye ngendlela yama-table afunyaziwe, eqondakala kakuhle. Ndicela umfundi ukuba afunde le ncwadi ngengqondo engachemi, nokuba avumele inyaniso entliziyweni yakhe kuba lo ndlela ngiyo kuphela ezokwenza ukuba kuthatheke isinqumo esiqondile, okuyiso esizokwakha impilo yomntu yalapha ehlabathini neyakwelizayo.